Hezekile 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye okunene ndiya kuyiyekisa kuwe ihambo yakho evakalala,+ nokuba ngunongogo okwakuqhubeka kwilizwe laseYiputa;+ yaye akuyi kuwaphakamisela kubo amehlo akho, neYiputa akuyi kuphinda uyikhumbule.’
27 Kwaye okunene ndiya kuyiyekisa kuwe ihambo yakho evakalala,+ nokuba ngunongogo okwakuqhubeka kwilizwe laseYiputa;+ yaye akuyi kuwaphakamisela kubo amehlo akho, neYiputa akuyi kuphinda uyikhumbule.’