IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 27:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko ke ngale ndlela isiphoso sikaYakobi siya kucanyagushelwa,+ yaye siso sonke esi isiqhamo xa esuse isono sakhe,+ xa ewenza onke amatye esibingelelo abe njengamatye ekalika aye acolwa, khon’ ukuze izibonda ezingcwele+ neziganga zeziqhumiso zingaphakami.+

  • Hezekile 16:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Nezindlu zakho baya kuzitshisa ngomlilo,+ bakugwebe phambi kwamehlo abafazi abaninzi;+ yaye ndiza kukuyekisa ukuba ngunongogo,+ uze ungabi sarhola umvuzo.

  • Hezekile 22:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye ndiza kukuchithachitha phakathi kweentlanga ndize ndikusasaze phakathi kwamazwe,+ yaye ndiza kukutshabalalisa ukungahlambuluki kwakho kuwe.+

  • Zekariya 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share