Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+