INdumiso 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiqhubeke ndingathethi;+ ndingenakuwuvula umlomo wam,+Kuba oko kwenziwe nguwe.+ Roma 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku siyazi ukuba zonke izinto uMthetho+ ozitshoyo uzithetha kwabo baphantsi koMthetho, khon’ ukuze yonke imilomo ivingcwe+ nokuze lonke ihlabathi lifanelwe+ sisohlwayo sikaThixo.+
19 Ke kaloku siyazi ukuba zonke izinto uMthetho+ ozitshoyo uzithetha kwabo baphantsi koMthetho, khon’ ukuze yonke imilomo ivingcwe+ nokuze lonke ihlabathi lifanelwe+ sisohlwayo sikaThixo.+