1 Kumkani 18:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Yaye isandla sikaYehova saba noEliya,+ wabhinqa esinqeni sakhe+ waza wabaleka phambi kuka-Ahabhi waya kutsho eYizereli.+ 2 Kumkani 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku ndiziseleni umdlali womrhubhe.”+ Yaye kwathi, kamsinya nje akudlala umdlali womrhubhe, isandla+ sikaYehova saba phezu kwakhe. Hezekile 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+
46 Yaye isandla sikaYehova saba noEliya,+ wabhinqa esinqeni sakhe+ waza wabaleka phambi kuka-Ahabhi waya kutsho eYizereli.+
15 Ke kaloku ndiziseleni umdlali womrhubhe.”+ Yaye kwathi, kamsinya nje akudlala umdlali womrhubhe, isandla+ sikaYehova saba phezu kwakhe.
14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+