1 Samuweli 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi: “Le iya kuba yimfanelo eselungelweni+ likakumkani oya kulawula phezu kwenu: Oonyana benu uya kubathabatha+ aze ababeke njengabakhe ezinqwelweni zakhe+ naphakathi kwabakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe;+ 1 Petros 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+
11 Wathi: “Le iya kuba yimfanelo eselungelweni+ likakumkani oya kulawula phezu kwenu: Oonyana benu uya kubathabatha+ aze ababeke njengabakhe ezinqwelweni zakhe+ naphakathi kwabakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe;+
17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+