INdumiso 72:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uya kuba nabalawulwa abasukela elwandle baye kufikelela elwandle+Basukele eMlanjeni+ base eziphelweni zehlabathi.+ Hoseya 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwakhona baya kubuya bahlale emthunzini wakhe.+ Baya kulima ukudla okuziinkozo, yaye baya kumila amathupha njengomdiliya.+ Isikhumbuzo sakhe siya kuba njengewayini yaseLebhanon.
8 Uya kuba nabalawulwa abasukela elwandle baye kufikelela elwandle+Basukele eMlanjeni+ base eziphelweni zehlabathi.+
7 Kwakhona baya kubuya bahlale emthunzini wakhe.+ Baya kulima ukudla okuziinkozo, yaye baya kumila amathupha njengomdiliya.+ Isikhumbuzo sakhe siya kuba njengewayini yaseLebhanon.