Isaya 55:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kuba niya kuphuma ninemihlali,+ kwaye niya kuziswa ninoxolo.+ Iintaba neenduli ziya kuchwayita phambi kwenu ngokumemelela ngovuyo,+ nemithi yasendle iqhwabe izandla yonke.+
12 “Kuba niya kuphuma ninemihlali,+ kwaye niya kuziswa ninoxolo.+ Iintaba neenduli ziya kuchwayita phambi kwenu ngokumemelela ngovuyo,+ nemithi yasendle iqhwabe izandla yonke.+