Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+ Isaya 66:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndolulela kuyo uxolo kanye njengomlambo+ nozuko lweentlanga kanye njengomsinga okhukulayo,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kwanya.+ Niya kuthwalwa ephangweni, niwolwe emadolweni.+ Roma 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngamana uThixo onika ithemba anganizalisa ngalo lonke uvuyo noxolo ngokukholwa kwenu, ukuze niphuphume ethembeni ninamandla omoya oyingcwele.+
12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndolulela kuyo uxolo kanye njengomlambo+ nozuko lweentlanga kanye njengomsinga okhukulayo,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kwanya.+ Niya kuthwalwa ephangweni, niwolwe emadolweni.+
13 Ngamana uThixo onika ithemba anganizalisa ngalo lonke uvuyo noxolo ngokukholwa kwenu, ukuze niphuphume ethembeni ninamandla omoya oyingcwele.+