IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nifanele nizitshabalalise+ ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga enihlutha amazwe azo zazibakhonzela khona oothixo bazo, ezintabeni eziphakamileyo nasezindulini naphantsi kwemithi+ yonke enabileyo.

  • Yeremiya 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wathi uYehova kum ngemihla kaYosiya ukumkani:+ “‘Ukubonile na oko kwenziwe nguSirayeli ongathembekanga?+ Unyukela kuzo zonke iintaba eziphakamileyo+ naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ ukuze abe ngunongogo apho.+

  • Hoseya 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Babingelela phezu kweentaba,+ naphezu kweenduli baqhumisa umbingelelo,+ phantsi komthi oxandileyo nomthi westorakisi nomthi omkhulu, ngenxa yokuba ulungile umthunzi wawo.+ Kungenxa yoko le nto iintombi zenu zihenyuza noomolokazana benu bekrexeza.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share