Duteronomi 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba alisayi kuze lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe+ elo. Kungako nje ndikuyalela, ndisithi, ‘Uze usivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho oxhwalekileyo nohlwempuzekileyo ezweni lakho.’+ IMizekeliso 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Opha osweleyo akayi kuswela,+ kodwa ofihla amehlo akhe uya kufumana iziqalekiso ezininzi.+
11 Kuba alisayi kuze lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe+ elo. Kungako nje ndikuyalela, ndisithi, ‘Uze usivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho oxhwalekileyo nohlwempuzekileyo ezweni lakho.’+