IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+

      Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+

  • INdumiso 119:103
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 103 Hayi indlela agude ngayo amazwi akho enkalakahleni yam,

      Agude ngakumbi kunobusi emlonyeni wam!+

  • Yeremiya 15:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Amazwi akho afunyanwa, ndaza ndawadla;+ nelizwi lakho kum liba kukugcoba+ nemihlali yentliziyo yam;+ kuba ndibizwe ngegama lakho,+ Yehova Thixo wemikhosi.+

  • ISityhilelo 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndaya ke kuyo ingelosi ndaza ndayicela ukuba indinike umsongo omncinane. Yathi kum: “Wuthabathe uze uwutye uwugqibe,+ kwaye uya kusenza krakra isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho uya kuba mnandi njengobusi.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share