Isaya 62:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova ufunge isandla sakhe sasekunene+ nengalo yakhe eyomeleleyo wathi:+ “Andisayi kuba sazinika iintshaba zakho+ ukudla kwakho okuziinkozo ukuba ibe kukudla kuzo, nabasemzini abayi kuyisela iwayini yakho entsha,+ obulaleke ngayo.
8 UYehova ufunge isandla sakhe sasekunene+ nengalo yakhe eyomeleleyo wathi:+ “Andisayi kuba sazinika iintshaba zakho+ ukudla kwakho okuziinkozo ukuba ibe kukudla kuzo, nabasemzini abayi kuyisela iwayini yakho entsha,+ obulaleke ngayo.