5 Yaye umele uthi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ngemini yokunyula kwam uSirayeli,+ ndaphakamisa isandla sam+ ndifungela imbewu yendlu kaYakobi+ ndaza ndazazisa kubo kwilizwe laseYiputa.+ Ewe, ndasiphakamisa isandla sam ndibafungela, ndisithi, ‘NdinguYehova uThixo wenu.’+