INdumiso 48:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+ Daniyeli 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kolunye lwazo kwaphuma olunye uphondo oluncinane,+ lwaza lwaya lusiba lukhulu kakhulu lwabhekisa ngasemzantsi nangasempumalanga nangakwilizwe Eliligugu.+ Daniyeli 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Okunene uya kungena+ nasezweni Eliligugu,+ akhubekise amazwe amaninzi.+ Ke wona amaEdom, namaMowabhi,+ nenxalenye eyintloko yoonyana baka-Amon, baya kusinda esandleni sakhe. Zekariya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”
2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+
9 Kolunye lwazo kwaphuma olunye uphondo oluncinane,+ lwaza lwaya lusiba lukhulu kakhulu lwabhekisa ngasemzantsi nangasempumalanga nangakwilizwe Eliligugu.+
41 Okunene uya kungena+ nasezweni Eliligugu,+ akhubekise amazwe amaninzi.+ Ke wona amaEdom, namaMowabhi,+ nenxalenye eyintloko yoonyana baka-Amon, baya kusinda esandleni sakhe.
14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”