IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 48:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+

      INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+

      Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+

  • Hezekile 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+

  • Daniyeli 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kolunye lwazo kwaphuma olunye uphondo oluncinane,+ lwaza lwaya lusiba lukhulu kakhulu lwabhekisa ngasemzantsi nangasempumalanga nangakwilizwe Eliligugu.+

  • Daniyeli 11:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko lowo umhlaselayo uya kufika enze unothanda, ibe akuyi kubakho umayo phambi kwakhe. Yaye uya kuma elizweni Eliligugu,+ atshabalalise ngesandla sakhe.+

  • Daniyeli 11:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Ke iintente zebhotwe lakhe uya kuzityala phakathi kolwandle olukhulu nentaba engcwele yelizwe Eliligugu;+ aze afikelwe sisiphelo sakhe,+ engenamncedi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share