Isaya 50:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa iNkosi enguMongami uYehova iya kundinceda.+ Kungenxa yoko le nto ndingayi kuziva ndithotyiwe. Kungenxa yoko le nto ndimise ubuso bam njengeqhwitha, yaye ndiyazi ukuba andiyi kuba nazintloni.+ Zekariya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+
7 Kodwa iNkosi enguMongami uYehova iya kundinceda.+ Kungenxa yoko le nto ndingayi kuziva ndithotyiwe. Kungenxa yoko le nto ndimise ubuso bam njengeqhwitha, yaye ndiyazi ukuba andiyi kuba nazintloni.+
12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+