Eksodus 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wukhumbule umhla wesabatha ukuba uwungcwalise,+ Levitikus 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+ Levitikus 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ngenyanga yesixhenxe,+ ngolokuqala enyangeni leyo, noba nophumlo olupheleleyo, isikhumbuzo sesandi sexilongo,+ indibano engcwele.+ Levitikus 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yisabatha yophumlo olupheleleyo kuni,+ yaye nimele niyixhwalekise+ imiphefumlo yenu ngolwesithoba enyangeni leyo, ngokuhlwa. Noyigcina isabatha leyo kususela ngokuhlwa kude kube ngokuhlwa.” Levitikus 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ngonyaka wesixhenxe kobakho isabatha yophumlo olupheleleyo elizweni,+ isabatha kuYehova. Uze ungayihlwayeli ngembewu intsimi yakho, ungasitheni nesidiliya sakho. Levitikus 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Woba yiNtlokoma kuni unyaka lowo wamashumi amahlanu.+ Nize ningahlwayeli mbewu yaye ningawuvuni ummilela kwaye ningazibuthi neediliya zomdiliya ongathenwanga.+ Duteronomi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+ Nehemiya 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Isabatha yakho engcwele+ wayazisa kubo, wabayalela ngoMoses umkhonzi wakho+ imiyalelo nemimiselo nomthetho.
3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+
24 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ngenyanga yesixhenxe,+ ngolokuqala enyangeni leyo, noba nophumlo olupheleleyo, isikhumbuzo sesandi sexilongo,+ indibano engcwele.+
32 Yisabatha yophumlo olupheleleyo kuni,+ yaye nimele niyixhwalekise+ imiphefumlo yenu ngolwesithoba enyangeni leyo, ngokuhlwa. Noyigcina isabatha leyo kususela ngokuhlwa kude kube ngokuhlwa.”
4 Kodwa ngonyaka wesixhenxe kobakho isabatha yophumlo olupheleleyo elizweni,+ isabatha kuYehova. Uze ungayihlwayeli ngembewu intsimi yakho, ungasitheni nesidiliya sakho.
11 Woba yiNtlokoma kuni unyaka lowo wamashumi amahlanu.+ Nize ningahlwayeli mbewu yaye ningawuvuni ummilela kwaye ningazibuthi neediliya zomdiliya ongathenwanga.+
14 Isabatha yakho engcwele+ wayazisa kubo, wabayalela ngoMoses umkhonzi wakho+ imiyalelo nemimiselo nomthetho.