Eksodus 16:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wathi kuzo: “Koko akuthethileyo uYehova. Ngomso yoba kukugcinwa kwesabatha, yoba yisabatha engcwele kuYehova.+ Bhakani oko ninokukubhaka, nibilise oko ninokukubilisa,+ yaye konke okuseleyo kugcineni kude kuse.” Eksodus 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+ Duteronomi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+
23 Wathi kuzo: “Koko akuthethileyo uYehova. Ngomso yoba kukugcinwa kwesabatha, yoba yisabatha engcwele kuYehova.+ Bhakani oko ninokukubhaka, nibilise oko ninokukubilisa,+ yaye konke okuseleyo kugcineni kude kuse.”
13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+