IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+ 1 Petros 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba niyazi ukuba anihlangulwanga+ ngezinto ezinokonakala,+ njengesilivere okanye igolide, kwihambo yenu engenasiqhamo enayifumana ngokwesithethe kookhokho benu.
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
18 Kuba niyazi ukuba anihlangulwanga+ ngezinto ezinokonakala,+ njengesilivere okanye igolide, kwihambo yenu engenasiqhamo enayifumana ngokwesithethe kookhokho benu.