Daniyeli 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+
29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+