IMizekeliso 29:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Umntu onomsindo uxhokonxa usukuzwano,+ yaye nabani na otyekele emsindweni unokunxaxha okuninzi.+ Daniyeli 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko waqumba ukumkani, wavutha kakhulu ngumsindo,+ waza wathi mazitshatyalaliswe zonke izilumko zaseBhabhiloni.+
12 Ngenxa yoko waqumba ukumkani, wavutha kakhulu ngumsindo,+ waza wathi mazitshatyalaliswe zonke izilumko zaseBhabhiloni.+