12 njengoko umoya ongaqhelekanga nolwazi nengqiqo yokuchaza amaphupha+ nokucacisa iintsonkotha nokukhulula amaqhina kwafunyanwayo kuyo,+ kuDaniyeli, lowo ukumkani ngokwakhe wambiza ngokuba nguBheleteshatsare.+ Ke kaloku makabizwe uDaniyeli lowo, ukuze achaze intsingiselo yoku.”