Daniyeli 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+ Daniyeli 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.
17 Aba bantwana bane ke, uTHIXO oyinyaniso wabanika ulwazi, nokuziqonda zonke iincwadi, nobulumko;+ yaye uDaniyeli yena wayeyiqonda yonke imibono namaphupha.+
3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.