Isaya 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba kunokwenzeka udlule emanzini,+ ndiza kuba nawe;+ nasemilanjeni, ayiyi kukukhukulisa.+ Ukuba kunokwenzeka uhambe emlilweni, akuyi kutsha, nedangatye aliyi kukurhawula.+ Hebhere 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+
2 Ukuba kunokwenzeka udlule emanzini,+ ndiza kuba nawe;+ nasemilanjeni, ayiyi kukukhukulisa.+ Ukuba kunokwenzeka uhambe emlilweni, akuyi kutsha, nedangatye aliyi kukurhawula.+
34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+