IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Bona oonyana bakaSirayeli, bahamba emhlabeni owomileyo phakathi kwintsele yolwandle,+ asuka amanzi aba ludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+

  • Yoshuwa 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 naxa abathwali beTyeya befikelela eYordan neenyawo zababingeleli abathwele iTyeya zithe nkxu enyeleni yamanzi (ngoku udonga lweYordan luyaphuphuma+ lonke ngazo zonke iintsuku zesivuno),

  • INdumiso 66:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ukhwelise umntu ofayo ezintlokweni zethu;+

      Sidlule emlilweni nasemanzini,+

      Waza wasikhulula.+

  • Hebhere 11:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share