IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 10:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Nina ke, kwaneenwele ezi zentloko yenu zibaliwe zonke.+

  • Luka 21:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukanti nonwele+ olu lweentloko zenu alusayi kuze lutshabalale.

  • IZenzo 27:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngoko ke ndiyanikhuthaza ukuba nitye, kuba oku kuya kuba kokokhuseleko lwenu; kuba akuyi kutshabalala nonwele+ olu lwentloko yenu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share