45 Kodwa abantu bathi kuSawule: “Afe na uYonatan, owenze olu sindiso lukhulu+ kwaSirayeli? Makube lee oko!+ Ephila nje uYehova,+ akusayi kuwa nonwele olu lunye lwentloko+ yakhe emhlabeni; kuba ngale mini usebenzisene noThixo.”+ Baba ke abantu bayamkhulula+ uYonatan, akafa.