26 Ndiyalela+ ukuba bonke abaphantsi kolawulo lobukumkani bam, bamngcangcazelele, bamoyike uTHIXO kaDaniyeli.+ Kuba unguTHIXO ophilayo nohlala ukusa kumaxesha angenammiselo,+ yaye ubukumkani bakhe+ bobo bungayi konakaliswa,+ nolawulo lwakhe lolukanaphakade.+