Isaya 47:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku yiva oku, mfazindini unikwe uyolo, lowo uhleli ngonqabiseko,+ lowo uthi entliziyweni yakhe: “Ndim lo, akukho bani ungomnye.+ Andiyi kuhlala njengomhlolokazi, nokulahlekelwa ngabantwana andiyi kukwazi.”+
8 Ke kaloku yiva oku, mfazindini unikwe uyolo, lowo uhleli ngonqabiseko,+ lowo uthi entliziyweni yakhe: “Ndim lo, akukho bani ungomnye.+ Andiyi kuhlala njengomhlolokazi, nokulahlekelwa ngabantwana andiyi kukwazi.”+