Yeremiya 51:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 “Kwanokuba iBhabhiloni ingenyukela emazulwini+ nokuba ingade iyenze ingafikeleleki indawo ephakamileyo yamandla ayo,+ abaphangi baya kuza kuyo bevela kum,”+ utsho uYehova.
53 “Kwanokuba iBhabhiloni ingenyukela emazulwini+ nokuba ingade iyenze ingafikeleleki indawo ephakamileyo yamandla ayo,+ abaphangi baya kuza kuyo bevela kum,”+ utsho uYehova.