IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba kukho ithemba nangomthi.

      Ukuba uthi ugawulwe, uya kuhluma kwakhona,+

      Yaye isetyana lawo aliyi kuyeka ukubakho.

  • Daniyeli 4:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Lazaliseka kwangawo loo mzuzu+ ilizwi elo kuNebhukadenetsare, wagxothwa ebantwini, wadla utyani njengeenkunzi zeenkomo, umzimba wakhe waba manzi ngumbethe wamazulu, iinwele zakhe zakhula zaba nde njengeentsiba zeenkozi, neenzipho zakhe zanjengezeentaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share