2 Kronike 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+ Daniyeli 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Njengoko bathi masishiywe isiphunzi somthi,+ ubukumkani bakho buya kuqiniseka kuwe emva kokuba wazile ukuba amazulu ayalawula.+
13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+
26 “‘Njengoko bathi masishiywe isiphunzi somthi,+ ubukumkani bakho buya kuqiniseka kuwe emva kokuba wazile ukuba amazulu ayalawula.+