INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ INdumiso 135:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Izithixo zeentlanga yisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+ ISityhilelo 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa abanye abantu abangazange babulawe zezi zibetho abazange baguquke kwimisebenzi yezandla zabo,+ baze bayeke ukunqula iidemon+ nezithixo zegolide nezesilivere+ nezobhedu nezelitye nezomthi, ezingenako ukubona nokuva nokuhamba;+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
20 Kodwa abanye abantu abangazange babulawe zezi zibetho abazange baguquke kwimisebenzi yezandla zabo,+ baze bayeke ukunqula iidemon+ nezithixo zegolide nezesilivere+ nezobhedu nezelitye nezomthi, ezingenako ukubona nokuva nokuhamba;+