Genesis 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro. Daniyeli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani. Daniyeli 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndaza ndakhupha umyalelo wokuba kuziswe phambi kwam zonke izilumko zaseBhabhiloni, ukuze zindichazele intsingiselo yephupha elo.+
8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro.
2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani.
6 Ndaza ndakhupha umyalelo wokuba kuziswe phambi kwam zonke izilumko zaseBhabhiloni, ukuze zindichazele intsingiselo yephupha elo.+