IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 119:100
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 100 Ndiziphatha ngokuqonda ngakumbi kunamadoda amakhulu,+

      Ngenxa yokuba ndiyigcinile imiyalelo yakho.+

  • IMizekeliso 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ubulumko yinto eyintloko.+ Zuza ubulumko; kunye nako konke oko ukuzuzayo, zuza ukuqonda.+

  • IMizekeliso 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Buhloniphe kakhulu, kwaye buya kukuphakamisa.+ Buya kukuzukisa ngenxa yokuba uyabuwola.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share