IMizekeliso 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nika umntu osisilumko uya kulumka ngakumbi.+ Nika ilungisa ukwazi liya kwandisa ukuqonda. IMizekeliso 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo. Daniyeli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.
29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo.
20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.