IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 104:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+

      Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+

      Zibuyele eluthulini lwazo.+

  • Isaya 42:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi:

  • IZenzo 17:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share