Daniyeli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani. Daniyeli 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Bafika ke ababingeleli abaqhelisela imilingo, nabo banobugqi, namaKhaledi,+ nabavumisi ngeenkwenkwezi;+ ndabaxelela iphupha elo, kodwa abakwazanga kundichazela intsingiselo yalo.+ Daniyeli 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Zangena ke zonke izilumko zikakumkani, kodwa azaba nako ukuwufunda loo mbhalo nokumchazela ukumkani intsingiselo yawo.+
2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani.
7 “Bafika ke ababingeleli abaqhelisela imilingo, nabo banobugqi, namaKhaledi,+ nabavumisi ngeenkwenkwezi;+ ndabaxelela iphupha elo, kodwa abakwazanga kundichazela intsingiselo yalo.+
8 Zangena ke zonke izilumko zikakumkani, kodwa azaba nako ukuwufunda loo mbhalo nokumchazela ukumkani intsingiselo yawo.+