IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Wandula ke uDavide wongezelela oku: “UYehova, owandihlangulayo ethupheni lengonyama nasethupheni lebhere, nguye oya kundihlangula esandleni salo mFilisti.”+ USawule wathi kuDavide: “Hamba, yaye ngamana uYehova angaba nawe.”+

  • 2 Timoti 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kodwa iNkosi yema kufuphi nam,+ yandomeleza,+ ukuze ngam ukushumayela kufezwe ngokuzeleyo, kufikelele kuzo zonke iintlanga;+ yada yandihlangula nasemlonyeni wengonyama.+

  • Hebhere 11:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 abathi ngokholo boyisa izikumkani kungquzulwano,+ baphumeza ubulungisa,+ bazuza izithembiso,+ bavingca imilomo yeengonyama,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share