IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Uze ungothuswa zizo, ngokuba uYehova uThixo wakho uphakathi kwakho,+ uThixo omkhulu nowoyikekayo.+

  • 2 Kumkani 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa wathi: “Musa ukoyika,+ ngokuba baninzi ngakumbi abo bakunye nathi ngaphezu kwabo bakunye nabo.”+

  • INdumiso 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ndiya kubiza kuLowo ungowokudunyiswa, uYehova,+

      Yaye ndiya kusindiswa kwiintshaba zam.+

  • INdumiso 115:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nina enoyika uYehova, kholosani ngoYehova;+

      Uluncedo lwabo nekhaka labo.+

  • 2 Korinte 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+

  • Hebhere 11:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share