IMizekeliso 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yingonyama, eyona inamandla phakathi kwezilo yaye ayibuyi mva kuzo zonke;+ Daniyeli 2:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 wena anikele esandleni sakhe+ elimiweyo liphela ukuze ulawule uluntu, nezilo zasendle, nezidalwa ezinamaphiko zamazulu, uyintloko yegolide.+ Yoweli 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba kunyuke uhlanga lweza kwilizwe lakowethu, lunamandla yaye alunakubalwa.+ Amazinyo alo ngamazinyo engonyama,+ yaye lunemihlathi yengonyama.
38 wena anikele esandleni sakhe+ elimiweyo liphela ukuze ulawule uluntu, nezilo zasendle, nezidalwa ezinamaphiko zamazulu, uyintloko yegolide.+
6 Kuba kunyuke uhlanga lweza kwilizwe lakowethu, lunamandla yaye alunakubalwa.+ Amazinyo alo ngamazinyo engonyama,+ yaye lunemihlathi yengonyama.