Daniyeli 2:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Ke bona ubukumkani besine,+ buya komelela njengentsimbi.+ Njengoko intsimbi ityumza yaye isila yonke into, ngoko, njengentsimbi eqobayo, buya kuzityumza buze buziqobe zonke ezi.+ Daniyeli 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Ngoko ndanqwenela ukwazi ngerhamncwa lesine, elalahlukile kuwo onke amanye, lisoyikeka ngokungaqhelekanga, linamazinyo entsimbi, neenzipho zalo izezobhedu, elaliqwenga, lityumza, lize likunyathele ngeenyawo zalo okuseleyo;+
40 “Ke bona ubukumkani besine,+ buya komelela njengentsimbi.+ Njengoko intsimbi ityumza yaye isila yonke into, ngoko, njengentsimbi eqobayo, buya kuzityumza buze buziqobe zonke ezi.+
19 “Ngoko ndanqwenela ukwazi ngerhamncwa lesine, elalahlukile kuwo onke amanye, lisoyikeka ngokungaqhelekanga, linamazinyo entsimbi, neenzipho zalo izezobhedu, elaliqwenga, lityumza, lize likunyathele ngeenyawo zalo okuseleyo;+