INdumiso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+ INdumiso 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Umenza alawule imisebenzi yezandla zakho;+Yonke into uyibeke phantsi kweenyawo zakhe:+ INdumiso 89:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kanjalo, mna ndiya kumbeka abe lizibulo,+Oyena uphakamileyo kookumkani bomhlaba.+ INdumiso 110:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intonga yamandla+ akho uYehova uya kuyithumela iphuma eZiyon,+ esithi:“Hamba usoyisa phakathi kweentshaba zakho.”+ Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Mateyu 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni. Luka 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Zonke izinto zinikelwe+ kum nguBawo, yaye akukho bani umaziyo uNyana ngaphandle kukaBawo;+ kungekho nabani umaziyo uBawo ngaphandle kukaNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.” 1 Korinte 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba umele alawule njengokumkani ade uThixo azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba.+ Efese 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kanjalo izinto zonke uzithobele phantsi kweenyawo+ zakhe, waza wamenza intloko yezinto+ zonke kulo ibandla, ISityhilelo 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+
2 Intonga yamandla+ akho uYehova uya kuyithumela iphuma eZiyon,+ esithi:“Hamba usoyisa phakathi kweentshaba zakho.”+
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni.
22 Zonke izinto zinikelwe+ kum nguBawo, yaye akukho bani umaziyo uNyana ngaphandle kukaBawo;+ kungekho nabani umaziyo uBawo ngaphandle kukaNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.”
22 Kanjalo izinto zonke uzithobele phantsi kweenyawo+ zakhe, waza wamenza intloko yezinto+ zonke kulo ibandla,
21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+