ISityhilelo 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza ndabona elinye irhamncwa+ linyuka liphuma emhlabeni,+ yaye lalineempondo ezimbini njengemvana, kodwa laqalisa ukuthetha njengenamba.+
11 Ndaza ndabona elinye irhamncwa+ linyuka liphuma emhlabeni,+ yaye lalineempondo ezimbini njengemvana, kodwa laqalisa ukuthetha njengenamba.+