Daniyeli 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndaziqwalasela iimpondo zalo, ndabona kuvela olunye uphondo, oluncinane,+ phakathi kwazo, kwaza kwancothulwa ezintathu kwiimpondo zokuqala phambi kwalo. Yaye olu phondo lwalunamehlo anjengamehlo omntu, nomlomo othetha izinto ezinkulu.+ ISityhilelo 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndabona amazwi+ aphefumlelweyo angahlambulukanga amathathu awayekhangeleka njengamasele+ ephuma emlonyeni wenamba+ nasemlonyeni werhamncwa+ nasemlonyeni womprofeti wobuxoki.+ ISityhilelo 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Laza irhamncwa+ labanjwa, kunye nalo kwabanjwa umprofeti+ wobuxoki owayesenza phambi kwalo imiqondiso+ awathi ngayo walahlekisa abo bamkela uphawu+ lwerhamncwa nabo banqula umfanekiso+ walo. Bobabini baphoswa bephila edikeni lomlilo elivutha isalfure.+
8 Ndaziqwalasela iimpondo zalo, ndabona kuvela olunye uphondo, oluncinane,+ phakathi kwazo, kwaza kwancothulwa ezintathu kwiimpondo zokuqala phambi kwalo. Yaye olu phondo lwalunamehlo anjengamehlo omntu, nomlomo othetha izinto ezinkulu.+
13 Ndabona amazwi+ aphefumlelweyo angahlambulukanga amathathu awayekhangeleka njengamasele+ ephuma emlonyeni wenamba+ nasemlonyeni werhamncwa+ nasemlonyeni womprofeti wobuxoki.+
20 Laza irhamncwa+ labanjwa, kunye nalo kwabanjwa umprofeti+ wobuxoki owayesenza phambi kwalo imiqondiso+ awathi ngayo walahlekisa abo bamkela uphawu+ lwerhamncwa nabo banqula umfanekiso+ walo. Bobabini baphoswa bephila edikeni lomlilo elivutha isalfure.+