Daniyeli 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa abangcwele+ baLowo uPhakamileyo+ baya kubuthabatha ubukumkani, buze ubukumkani+ babo buhlale buhleli ixesha elingenammiselo.’ Daniyeli 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Buya kwandula ke ubukumkani nolawulo nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke bunikwe abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Ubukumkani babo bubukumkani obuhlala ngokungenammiselo,+ yaye bonke abalawuli baya kubakhonza baze babathobele.’+
18 Kodwa abangcwele+ baLowo uPhakamileyo+ baya kubuthabatha ubukumkani, buze ubukumkani+ babo buhlale buhleli ixesha elingenammiselo.’
27 “‘Buya kwandula ke ubukumkani nolawulo nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke bunikwe abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Ubukumkani babo bubukumkani obuhlala ngokungenammiselo,+ yaye bonke abalawuli baya kubakhonza baze babathobele.’+