IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 4:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “‘Yaye njengoko ukumkani wabona umlindi, lowo ungcwele,+ esihla evela emazulwini, wathi: “Wugawuleni umthi, nize niwonakalise. Noko ke, sishiyeni emhlabeni isiphunzi sawo, kodwa nisibophe ngentsimbi nangobhedu, phakathi kwengca yasendle, sibe manzi ngumbethe wamazulu, size isahlulo saso sibe kunye nezilo zasendle de kudlule amaxesha asixhenxe phezu kwaso,”+

  • Luka 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share