Daniyeli 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kwavakala isandi samazwi amakhulu awayethethwa luphondo;+ ndaza ndaqhubeka ndibukele lada labulawa irhamncwa nomzimba walo watshiswa ngomlilo.+
11 “Kwavakala isandi samazwi amakhulu awayethethwa luphondo;+ ndaza ndaqhubeka ndibukele lada labulawa irhamncwa nomzimba walo watshiswa ngomlilo.+