25 Ngenxa yobuqhokolo bakhe ngokuqinisekileyo iya kuba nempumelelo inkohliso yakhe.+ Kwaye uya kuzigwagwisa entliziyweni yakhe,+ abatshabalalise abaninzi bengalindelanga.+ Uya kusuka eme nxamnye neNkosana yeenkosana,+ kodwa uya kwaphulwa kungengasandla.+